Esther 9:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
onyana boshumi baka‐Hamani unyana ka‐Medata, utshaba lwama‐Juda, ababulala; kodwa impango akabeka izandla zawo pezu kwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oonyana abalishumi bakaHaman unyana kaHamedata, umbandezeli wamaYuda, ababulala; ke amaxhoba akawachukumisanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana abalishumi bakaHaman unyana kaHamedati, umbandezeli wamaYuda, bababulala; ke abawasa sandla emaxhobeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ishumi loonyana bakaHaman unyana kaHamedata utshaba lwamaJuda. Ke amaJuda akawachukumisanga amaxhoba wona.