Esther 9:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waxela ukumkani ukuba makwenjwe njalo: kwaza kwanikwa umteto e‐Shushane, kwaxo̔nywa onyana boshumi baka‐Hamani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani, Makwenjiwe njalo. Kwawiswa ke umthetho eShushan, kwaxhonywa oonyana abalishumi bakaHaman.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani makwenziwe oko; umthetho wawiswa nguSusan; baxhonywa oonyana abalishumi bakaHaman.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenene ke ukumkani wayalela ukuba yenziwe yonke loo nto. Kwenziwa isihlokomiso eSusa, baza ke baxhonywa bolishumi oonyana bakaHaman.