Esther 9:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kukona ke kwabizwa imihla le ngokuti yi‐Purime, ngegama le‐Puri. Ngako oko, ngenxa yawo onke amazwi alencwadi, na ngenxa yoko abekubonile ngalondawo, noko obekuwahlele,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko bathi loo mihla yiPuri, beyibiza ngegama leqashiso. Ngenxa yoko, ngenxa yamazwi onke aloo ncwadi, nangenxa yawakubonayo kuloo nto, nangenxa yawahlelwa kukho,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiyo ke loo nto namhlanje beyibiza ngegama lePurim, beyibiza ngokuba yiNgcwele ngenxa yoko, ngenxa yamazwi onke ale ncwadi, nangenxa yoko awakubonayo, awafikayo kuwo ngenxa yale nto,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ezo ntsuku kwathiwa zezeePuri, bezibiza ngegama leqashiso. Ke kaloku ngenxa yako konke ekwakubhalwe kuloo leta, nangenxa yako konke awayekubonile noko kwawahlelayo,