Exodus 1:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aza ama‐Jipete akonzisa usapo luka‐Sirayeli ngobulukuni:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
AmaYiputa ke abakhonzisa oonyana bakaSirayeli ngokutyumzayo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
AmaYiputa abakhaba nzima oonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke aphatheka kabuhlungu amaSirayeli, akhohlakalelwa, enziwa amakhoboka ngamaJiputa. Latsho laxubayela ke ngakumaSirayeli, kuba asetyenziswa ekwenzeni izitena, nasemasimini, nakuyo yonke imisebenzi enzima. Aye ke ebhexeshwa kungekho lusini tu!