Exodus 1:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati: Ekuzaliseni kwenu ama‐Heberekazi, niya kwandula nikangele ni pezu kwezitulo; ukuba ngunyana, niya kumbulala; ukuba kodwa yintombi, yona iya kudla ubomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi, Ekuzaliseni kwenu amaHebherekazi, khangelani xa azalayo: ukuba ithe yayinkwenkwe, noyibulala; ukuba ithe yayintombi, yodla ubomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Njengomzalisikazi wamaHebhere, nabo basesihlalweni; ukuba yinkwenkwe, yibulaleni; ke ukuba ithe yayintombi, yodla ubomi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Xa ninceda amaHebherekazi, aze afumane abantwana abangamakhwenkwe, babulaleni; kanti ke ningabayeka abangamantombazana baphile.”