Exodus 1:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko abazalisikazi bamoyika utixo; ngako abenza njengokutetiweyo kubo ngukumkani we‐Jipete, kodwa balondoloza amakwenkwe ebomini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abazalisikazi boyika uThixo, abenza ngoko wathetha ngako kubo ukumkani waseYiputa, bawasindisa amakhwenkwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abazalisikazi boyika uThixo, àbenza ngokomyalelo wokumkani waseYiputa, bazala amakhwenkwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ababelekisi abo yayingabafazi abamoyikayo uThixo. Basuka bawaphula umyalelo kakumkani, àbawabulala amakhwenkwe lawo.