Exodus 1:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ukumkani we‐Jipete wabiza abazalisikazi, wati kubo: Niyenzele nina lento, yokuba nilondolozile amakwenkwe ebomini?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wababiza ukumkani waseYiputa abazalisikazi, wathi kubo, Kungani na ukuba nenze le nto yokuwasindisa amakhwenkwe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wababiza ukumkani waseYiputa abazalisikazi, wathi kubo, Yini na ukuba nenze le nto, niwasindise amakhwenkwe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani ke wababiza ababelekisi abo, wababuza wathi: “Ngani ukuba nibayeke abantwana bamaHebhere abangamakhwenkwe ningababulali?”