Exodus 1:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wafa u‐Josefe, kwa nabo bonke abazalwana bake, naso sonke isizukulwana eso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafa ke uYosefu nabazalwana bakhe bonke, neso sizukulwana sonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa ke uYosefu, nabazalwana bakhe bonke, nesizwe sonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekuhambeni kwexesha wafa uJosefu nabantakwabo, naso sonke eso sizukulwana.