Exodus 1:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati yena ebantwini bake: Bona ke, abantu abalusapo luka‐Sirayeli basigqitile ngokuba baninzi nangokuba namandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ebantwini bakhe, Yabonani, abantu oonyana bakaSirayeli baninzi, banamandla kunathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ebantwini bakhe, Yabonani, abantu oonyana bakaSirayeli baninzi, banamandla kunathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabhekisa kubantu bakhe, wathi: “Niyawabona na ukwanda kwawo la maSirayeli, niqonda na ukuba aluqilima?