Exodus 10:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka u‐Mosesi wolula intonga yake pezu kwelizwe le‐Jipete, waza uyehova wazisa umoya wasempumalanga pezu kwelozwe, yonke leyomini nabo bonke obobusuku; kwati kwakusa, umoya wasempumalanga wazisa inkumbi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayolula uMoses intonga yakhe phezu kwelizwe laseYiputa, uYehova waqhuba umoya wasempumalanga kwelo lizwe yonke loo mini nobusuku bonke; kwakusa, umoya wasempumalanga wazithwala iinkumbi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayolula uMoses intonga yakhe phezu kwelizwe laseYiputa, uYehova wahambisa umoya wasempumalanga kwelo lizwe yonke loo mini nobusuku bonke; kwakunetha umoya wasempumalanga wezisa iinkumbi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis ke wayiphakamisa induku yakhe, wawangawangisa ngayo, waza ke uNdikhoyo wathumela umoya wasempuma, wabhudla loo mini yonke nobusuku bayo. Kwathi kusisa kwaye sekunyakazela ziinkumbi kulo lonke elaseJiputa.