Exodus 10:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uze uti ke ngoko undixolele isono sam kube kaloku kodwa; kanjalo tandazani kuyehova, utixo wenu, ukuba asuse kum okukufa kupela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku khanisixolele isono sam okwesi sihlandlo sodwa, nithandaze kuYehova uThixo wenu, akususe kum oku kufa kodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndixoleleni isono sam kube kanye, nimcele uYehova uThixo wenu, asisuse kum esi sifo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndicela uxolo ngesono sam; ndiyanibongoza, okwesi isihlandlo khaninditarhuzisele kuNdikhoyo uThixo wenu, ayisuse le ntshabalalo!”