Exodus 10:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa uyehova wagwenxisa intliziyoka‐Faro, waza akandulula usapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayenza lukhuni uYehova intliziyo kaFaro, akabandulula oonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayenza lukhuni uYehova intliziyo kaFaro, akabandulula oonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke uNdikhoyo wamqaqadekisa ukumkani waseJiputa, akavuma ukuwakhulula amaSirayeli.