Exodus 10:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ababonana, kanjako akasuka mntu endaweni yake, nga leyo mihla mitatu: kanti kulo lonke usapo luka‐Sirayeli bekuko ukukanya emakayeni alo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ababonana; akwasuka bani endaweni yakhe imihla emithathu;ke kubo bonke oonyana bakaSirayeli kwabakho ukukhanya emakhayeni abo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ababonana, yaye kangangeentsuku ezintathu akukho bani uvukayo kwindawo yakhe yokuhlala, kodwa kubo bonke oonyana bakaSirayeli kwabakho ukukhanya ezintenteni zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Obo bumnyama ke batsho amaJiputa akabi nako nokubonana oku, engenako nokuphuma endlwini ezo ntsuku zontathu. Kanti ke kwisiphaluka samaSirayeli kwakukhanya.