Exodus 10:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba xeshekweni usala ukundulula abantu bam, bona ke, ndiya kuzisa ngomso inkumbi emideni yako;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okanye ukuba uthe akwavuma ukubandulula abantu bam, uyabona, ngomso ndozisa iinkumbi emideni yakho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okanye ukuba uthe akwavuma ukubandulula abantu bam, yabona, ngomso ndozisa iinkumbi ezweni lakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba uyala, ngomso ndiza kuthumela iinkumbi emhlabeni wakho.