Exodus 11:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Teta kaloku ezindlebeni zabantu, ukuba onke amadoda abize kubamelwane bawo, nabo bonke abafazi babize kubamelwanekazi babo, impahla zesilivere, nempahla zegolide.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khawuthethe ezindlebeni zabantu, ithi inkazana icele kummelwane wayo, indoda icele kummelwane wayo, iimpahla zesilivere neempahla zegolide.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thetha apho baphulaphuleyo abantu, uthi, elowo kwindlu yakhe, nabafazi bonke bendlu yakhe, mabacele izivatho zesilivere nezegolide.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke yitsho ibe ngulowo nalowo kumaSirayeli acele isiliva negolide kummelwane wakhe.”