Exodus 12:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naniya kugcina umtendeleko wezonka ezingenagwele; ngokuba ngokwa nguwo umhla lowo ndikupile imikosi yenu elizweni le‐Jipete: kukona niya kugcina lomhla ngezizukulwana zenu ube ngummiselwa ongunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nize nigcine umthendeleko wezonka ezingenagwele; kuba kanye ngayo loo mini ndayikhupha imikhosi yenu ezweni laseYiputa; niwugcine loo mhla kwizizukulwana zenu, ube ngummiselo ongunaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yenza umthendeleko wezonka ezingenagwele; kuba ngaloo mini ndabukhupha ubuncwane benu ezweni laseYiputa; ke ngoko, niya kuwugcina lo mhla kwizizukulwana zenu, ngomthetho wanaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo msitho ke ze niwugcine, kuba ngawo nokhumbula umhla endanikhupha ngawo eJiputa ningamabutho ngamabutho. Ngoko ke wenzeni ube ngummiselo kammiselo.