Exodus 12:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, nakufika kwelozwe aya kunipa lona uyehova, njengokuba etshilo, niya kugcina lenkonzo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nothi, nakufika ezweni aya kuninika uYehova, njengoko watshoyo, niyigcine le nkonzo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nakufika ezweni aya kuninika uYehova, njengoko watshoyo, niyigcine le nkonzo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naxa senide nafika nakwelo lizwe nathenjiswa ngalo nguNdikhoyo ze ningayilibali.