Exodus 12:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoti kanjalo, xeshekweni abantwana benu baya kuti kuni: Yinto nina lenkonzo kuni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi, xa bathe oonyana benu kuni, Iyintoni na le nkonzo kuni?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa bathe oonyana benu kuni, Yeyani na le nkonzo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niya kuthi ke xa nibuzwa ngabantwana benu ngalo msitho, besithi ngaba uthetha ntoni na,