Exodus 12:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ati nama‐Jipete anyanzela abantu, ngokunxamela ukubandulula kwelozwe, ngokuba ebesiti: Sonke singabafileyo!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
AmaYiputa ajokisa ukubandulula abantu ngobungxamo kwelo zwe; kuba abesithi, Sonke sesifile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
AmaYiputa ababongoza abantu ukuba bakhawuleze baphume kwelo zwe; ngokuba besithi, Sifile sonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaJiputa athundeza amaSirayeli ukuba emke, esithi: “Singabafileyo xa enokungahambi amaSirayeli.”