Exodus 12:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye uyehova wanika abantu ufefe emehlweni ama‐Jipete, ada abenzela ukucela kwabo: baza bapanga ama‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wabababala abantu phambi kwamaYiputa, abenza ukuba bacele. Bawaphanga ke amaYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wabenzela inceba abantu emehlweni amaYiputa, abanika abakucelayo. Bawaphanga ke amaYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wawenza axatyiswa amaSirayeli ngamaJiputa, aza awaxhobisa ngako konke awayekufuna. Ngaloo ndlela ke amaSirayeli awaphanga amaJiputa.