Exodus 12:41 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati ekupeleni kweminyaka imakulu mane anamashumi matatu, kwandul’ ukuti ngokwa nguwo umhla lowo, kwapuma yonke imikosi kayehova ezweni le‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekupheleni kweminyaka emakhulu mane, aneminyaka emanci mathathu, kwathi, kanye ngayo loo mini, yaphuma yonke imikhosi kaYehova ezweni laseYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekupheleni kweminyaka emakhulu mane anamanci mathathu, kwangayo loo mini, aphuma onke amatyala kaYehova ezweni laseYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi kanye ke ngosuku lokugqibela lokuphela kwaloo minyaka uhlanga lukaNdikhoyo lwaphuma eJiputa lungamabutho ngamabutho.