Exodus 12:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bubusuku obo bokugcinelwa uyehova, ngenxa yokuyipumisa kwake ezweni le‐Jipete: obu bobobusuku bokugcinelwa uyehova lulo lonke usapo luka‐Sirayeli ngezizukulwana zalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bubusuku obo bokugcina kukaYehova, kuba wabakhupha ezweni laseYiputa. Bubusuku bukaYehova obo bokugcinwa ngoonyana bakaSirayeli bonke, ezizukulwaneni zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bubusuku obuya kuxolelwa uYehova, ngokuba wabakhuphayo ezweni laseYiputa; bubusuku bukaYehova obo obuya kugcinwa ngoonyana bakaSirayeli bonke, ezizukulwaneni zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yokuba uNdikhoyo walinda ngobo busuku, elindele ukuwakhupha eJiputa, nangoku amaSirayeli anesiko lokulinda ngobu busuku, esenza isikhumbuzo sikaNdikhoyo.