Exodus 12:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa osukuba esisicaka somntu, otengiweyo ngemali, woti wakuba umalusile, andule atye kuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Onke amakhoboka, abantu abazuzwe ngemali, uze uwaluse, andule ke ukudla kuyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ikhoboka lomntu wonke elizuzwe ngemali, ukuba lithe laluka, andule ke ukudla okwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke lona ikhoboka elithengiweyo livumelekile lakuba lalukile.