Exodus 12:46 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iya kutyiwa endlwini nye; akuyi kupuma nento yenyama endlwini ukuya ngapandle; kanjalo aniyi kwapula nalinye itambo kuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yodlelwa ndlwini-nye; akusayi kusa nto yaloo nyama ngaphandle kwendlu, anisayi kwaphula thambo layo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yodlelwa ndlwini-nye; musani ukukhupha nto yenyama endlwini; nethambo layo ningaliphuli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inyama leyo yotyelwa kuloo ndlu iphekelwe kuyo, kungàphunywa nayo phandle. Amathambo ayo makangakrotyozwa.