Exodus 12:47 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yonke intlanganiso yo‐Sirayeli iya kuyenza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lonke ibandla lakwaSirayeli loyenza loo nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lonke ibandla lakwaSirayeli loyenza loo nto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo msitho uya kubhiyozelwa ngamaSirayeli ephela.