Exodus 12:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ningadli kuyo eṙwada, nepekiweyo ipekiwe ngamanzi, kodwa eyojiweyo ngomlilo; intloko yalo, kunye nentungo zalo nombilini walo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukudla ndawo ikrwada kuyo, nandawo ikuphekwa iphekwe ngamanzi; mayosiwe ngomlilo: intloko yalo namanqina alo nezibilini zalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukuyidla ingekavuthwa, nokuba ingagalelwanga emanzini, kodwa yosiwe emlilweni; intloko yayo, nomlomo wayo, nokubethwa kwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ningakhe nilinge niyitye iluhlaza, okanye iphekiwe. Mayosiwe xa iyonke; nditsho nentloko namanqina nezibilini.