Exodus 13:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, xeshekweni uyehova aya kukuzisa ezweni laba‐Kanane, njengokuba ebefunga kuwe nakoyihlo bako, akupe lona;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi, xa akufikisileyo uYehova ezweni lamaKanan, njengoko wafungayo kuwe nakooyihlo, wakunika lona,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wokuzisa uYehova ezweni lakwaKanan, njengoko wafungayo kooyihlo, wakunika lona;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke kaloku xa *uNdikhoyo ede wakufikisa kwelaseKanana njengoko wakuthembisayo wena nooyihlo,