Exodus 13:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kushumayela kunyana wako ngomhla lowo, usiti: Oku kwenziwe ngenxa yoko uyehova wandenzelayo, ndakupuma e‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze umxelele unyana wakho ngaloo mini, uthi, Ndikwenza oku ngenxa yoko uYehova wakwenzayo kum ekuphumeni kwam eYiputa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze umxelele unyana wakho ngaloo mini, uthi, ‘Oku kwenzeke ngenxa yoko uYehova wakwenzayo kum ekuphumeni kwam eYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa nisenza eli theko ke, ze nibaxelele abantwana benu, nithi: ‘Ngalo mhla siwonga uNdikhoyo ngokusikhupha kwakhe eJiputa.’