Exodus 14:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwati akusondela u‐Faro, lwandula usapo luka‐Sirayeli lwapakamisa amehlo alo, kekaloku nangaya ama‐Jipete ehamba emva kwalo; lwoyika kakulu ke; lwaza usapo luka‐Sirayeli lwakala kuyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasondela uFaro. Bawaphakamisa amehlo abo oonyana bakaSirayeli, nango amaYiputa efake emva kwabo. Boyika kunene, bakhala oonyana bakaSirayeli kuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasondela uFaro, bawaphakamisa amehlo abo oonyana bakaSirayeli, bawabona amaYiputa emva kwabo. Boyika kunene, babiza oonyana bakaSirayeli kuYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli athi akubona umkhosi wokumkani waseJiputa ugaleleka, ankwantya, abhenela kuNdikhoyo.