Exodus 14:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Asi lilo na ilizwi esalitetayo kuwe e‐Jipete, sisiti: Siyeke, size siwakonze ama‐Jipete? Ngokuba kunge kusilungele okokuba sikonze ama‐Jipete, ngapezu kwokokuba sifele entlango.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Asililo na eli ilizwi ebesilithetha kuwe eYiputa, sisithi, Siyeke, siwakhonze amaYiputa? Kuba kube kusilungele kanye ukuba sikhonze amaYiputa, kunokuba sifele entlango apha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Asililo na elo ilizwi ebesilithetha kuwe eYiputa, sisithi, Masime siwakhonze amaYiputa? Kuba kube kusilungele kanye ukuba sikhonze amaYiputa, kunokuba sifele entlango apha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, sasitshilo kuwe sathi siyeke sibe ngamakhoboka amaJiputa. Bekubhetele ukuba sibe ngamakhoboka awo endaweni yokuba size kufela kule ntlango!”