Exodus 14:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova uya kunilwela, noba niti tu nina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova uya kunilwela, ke nina niya kuthi cwaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uya kunilwela, ke nina nimele nithi cwaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zolani nina; uNdikhoyo uza kunilwela!”