Exodus 14:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nam, bona ke, ndozigwenxisa intliziyo zama‐Jipete, aeya kuza emva kwalo; ndandiya kubekwa ugaye u‐Faro nangayo yonke impi yake, ngazo inqwelo zake zokulwa nangabo abakweli bake bamahashe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ke, yabona, ndiya kuzenza lukhuni iintliziyo zamaYiputa, angene emva kwabo, ndizukiseke ngoFaro, nangempi yakhe yonke, ngeenqwelo zakhe zokulwa, nangabamahashe bakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ke, yabona, ndiya kuzenza lukhuni iintliziyo zamaYiputa, awalandele; Ndiya kumzukisa uFaro, nempi yakhe yonke, neenqwelo zakhe zokulwa, nabamahashe bakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaJiputa ndiya kuwenza abe neenkani, atyhudise emva kwamaSirayeli. Ke mna olwam uloyiso luya kuqaqamba phezu kokumkani nemikhosi yakhe, ngokunjalo neenqwelo zakhe.