Exodus 14:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaza usapo luka‐Sirayeli lwaya pakati kwolwandle pezu kwowomileyo umhlaba; aza amanzi aba ludonga kulo ngesokunene salo nangesokohlo salo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bangena oonyana bakaSirayeli elwandle phakathi, kowomileyo; asuka amanzi aba ludonga ngasekunene nangasekhohlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bahamba oonyana bakaSirayeli emhlabeni owomileyo, phakathi elwandle; aza amanzi aba ludonga ngasekunene nangasekhohlo kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli awela emhlabeni owomileyo, amanzi eziindonga ngapha nangapha.