Exodus 14:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wahlangula nevili zenqwelo zawo zokulwa, wazihambisa ngokunzima; ada ati ama‐Jipete: Masisabe ebusweni bama‐Sirayeli, ngokuba uyehova elwela wona ngakuwo ama‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayidonyula imilenze yeenqwelo zawo zokulwa, aziqhuba nzima. Athi amaYiputa, Masisabe phambi kwamaSirayeli, kuba uYehova uyawalwela, esilwa namaYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bayikhulula imilenze yeenqwelo zabo zokulwa kwabakhweli bawo, amaYiputa, athi, Masibaleke phambi kwamaSirayeli; ngokuba uYehova uyawalwela, esilwa namaYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amavili eenqwelo amomana, baza baba ngathini abaqhubi zaxinga. AmaJiputa akhala athi: “UNdikhoyo uyawalwela amaSirayeli; masiwayeke sisabe.”