Exodus 14:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyehova ebegwenxisile intliziyo ka‐Faro, yokumkani we‐Jipete, waza waputuma usapo luka‐Sirayeli; kodwa usapo luka‐Sirayeli beluse lupumile ngesandla esipakamileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wayenza lukhuni ke intliziyo kaFaro ukumkani waseYiputa, wabasukela oonyana bakaSirayeli, baye oonyana bakaSirayeli bephume ngesandla esiphakamileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wayenza lukhuni intliziyo kaFaro ukumkani waseYiputa, ukuze abasikelele oonyana bakaSirayeli, baphuma oonyana bakaSirayeli ngesandla esiphakamileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wamenza waneenkani ukumkani waseJiputa, wawasukela amaSirayeli; aye wona phofu ehamba ngesibindi.