Exodus 15:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova uya kupata ngobukumkani kude kube ngunapakade!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova uya kuba ngukumkani ngonaphakade kanaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
iNkosi iya kuba ngukumkani ngonaphakade;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi ke bethu, yena uNdikhoyo uya kulawula ngonaphakade kanaphakade.”