Exodus 15:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova uludumiso lwam neculo lam; ude waba lusindiso kum: lo ungutixo wam, ndiya kumbonga; ngutixo kabawo, ndiya kumdumisekisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uqhayiya lam, ungoma yam nguYehova; Waba lusindiso kum.UloThixo wam endimzukisayo, UThixo kabawo endimphakamisayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova ungamandla am nendumiso yam; Waba lusindiso kum; UnguThixo wam yena, ndiya kumlungiselela indawo yokuhlala; uThixo kabawo ndiya kumphakamisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo yinqaba negwijo lam; ndinje-nje-nje ndisindiswe nguye. Nanko ke uThixo wam, ndiyamdumisa; nguThixo woobawo, ndotshila ngaye.