Exodus 15:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Miriyame wapendula kuwo amadoda, ngokuti: Vumani kuyehova, ngokuba epakanyisiwe ngento ebungcwalisa. Ihashe nomkweli walo ubaposele elwandle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawaphendula uMiriyam wathi, Vumani kuYehova, kuba enobungangamsha obukhulu; Ihashe nomkhweli walo ulizulumbele elwandle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawaphendula uMiriyam, wathi, Vumani nidumise uYehova, kuba ekhazimle ngobungangamsha; ihashe nomkhweli walo babajulela elwandle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMiriyam ke wahlabela ingoma wenjenje: “Hoyina! Memelelani nitsholoze! UNdikhoyo woyise wada watshatshela! Ihashe ngokunjalo nophezu kwalo ulintywilisele phakath' elwandle.”