Exodus 15:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati bakufika e‐Mara, bakohlwa kusela amanzi ase‐Mara, ngokuba ebeṙaṙa wona; ngako oko igama lalo ndawo labizwa ngokuti yi‐Mara.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Afika eMara, akaba nakuwasela amanzi aseMara, kuba ayekrakra; ngenxa yoko igama laloo ndawo kwathiwa yiMara.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Afika eMara, akaba nakuwasela amanzi aseMara, kuba ayekrakra; ngenxa yoko kwathiwa igama laso yiMara.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngelikade baya kufika kwindawo ekuthiwa yiMara. Apha ke bawafumana amanzi, koko ayekrakra engaseleki. Kungenxa yeso sizathu kwakusithiwa nguKrakrayo nje igama layo.