Exodus 16:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, ngokuhlwa zenyuka izagwityi, zagubungela umnquba; nangokusa umbete waulele ungqonga umnquba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngokuhlwa zenyuka izagwityi, zayigubungela iminquba yonke; kusasa kwabakho umbethe olele ngeenxa zonke eminqubeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwahlwa, zenyuka izagwityi, zayigubungela iminquba yonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi ke ngongcwalazi kwagaleleka igquba lwezagwityi, lwathi khakhalala kuyo yonke loo ndawo ayemise kuyo amaSirayeli. Kanti ke ngengomso kwasa kulele umbethe.