Exodus 16:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Mosesi kubo: Makungabiko mntu osalisa kuyo kude kuse.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo uMoses, Umntu makangabeki mbeko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMoses, Makungasali namnye kude kuse.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis wayalela ukuba kungabikho mntu ushiya mbeko.