Exodus 16:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yasuka yaṙoṙa yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli ngaku‐Mosesi nangaku‐Arone entlangoapo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Labakrokrela ooMoses noAron lonke ibandla loonyana bakaSirayeli entlango apho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Labakrokrela ooMoses noAron lonke ibandla loonyana bakaSirayeli entlango apho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanye ke apho kuloo ntlango amaSirayeli abakhalazela ooMosis noAron,