Exodus 16:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kuzo: Koku uyehova akutshilo: Ngomso lixesha lopumlo, isabata eyingcwele kuyehova; leyo niya kuyoja, yojeni, naleyo niya kuyipeka, yipekeni: nayo yonke eliliva nizibekelele yona ize igcinwe kude kuse.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuzo, Yiyo loo nto ayithethileyo uYehova, Ngomso luphumlo; yisabatha engcwele kuYehova; yosani enikosayo, phekani enikuphekayo, zibekeleni yonke into eseleyo, igcinwe kude kuse.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Utsho uYehova ukuthi, Ngomso yisabatha kaYehova; yidla obuya kukupheka namhla, upheke oko uya kukupheka; kwaye okuseleyo uzigcinele ingomso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
owathi yena kuzo: “UNdikhoyo usiyale wathi ngomso ngumhla owodwa wokuphumla, lusuku oluphawulelwe yena. Ngoko ke bhakani namhlanje xa nifuna, futhi nipheke kwanamhlanje, okuseleyo ke nikugcinele ingomso.”