Exodus 16:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Mosesi: Yityani leyo namhla nje, ngokuba namhla yisabata kuyehova; aniyi kuyifumana ezindle namhla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMoses Yidleni namhla; kuba namhla yisabatha kuYehova; namhla aniyi kuyifumana endle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMoses Yidleni namhla; ngokuba namhla yisabatha kaYehova; namhlanje aniyi kuyifumana elizweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis ke wathi kubo: “Yityani namhlanje, kuba olu lusuku lokuphumla oluphawulelwe uNdikhoyo; ngalo aniyi kukufumana ukutya phandle phaya.