Exodus 16:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati uyehova ku‐Mosesi: Niya kwala kude kube ninina ukugcina imiyalelo yam nemiteto yam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuMoses, Kuya kuda kube nini na, ningavumi ukuyigcina imithetho yam nemiyalelo yam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuMoses, Kuya kuda kube nini na, ningavumi ukuyigcina imithetho yam nemiyalelo yam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wabhekisa kuMosis wathi: “Koda kube nini ningandithobeli, bantundini?