Exodus 16:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengokuba uyehova ebemyalele u‐Mosesi, kwa njalo u‐Arone wayibekela ngasebusweni be tyeya ye sinqi̔no ukuba igcinwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
igcinwe njengoko uYehova wamwisela uMoses umthetho ngako.Wayibeka uAron phambi kwesingqino, ukuba igcinwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengoko uYehova wamyalelayo uMoses, uAron wayibeka phambi kwengqina ukuze ikhuseleke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokomyalelo kaNdikhoyo ke uAron wayithatha, wayibeka kwityesi yomnqophiso, ukuze igcinakale.