Exodus 16:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaye usapo luka‐Sirayeli belusidla imana iminyaka yamashumi mane, lwada lwafika ezweni elimiweyo; lwadla imana lwada lwafika emideni yelizwe le‐Kanane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka emashumi mane, bada bafika ezweni elimiweyo; bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka emashumi mane, bada bafika ezweni elimiweyo; bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku yaba yiminyaka emashumi mane amaSirayeli esitya imana leyo, ada afika eKanana, apho ema khona.