Exodus 16:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bati u‐Mosesi no‐Arone kulo lonke usapo luka‐Sirayeli: Ngokuhlwa niya kwandula ukwazi ukuba nguyehova onikupileyo ezweni le‐Jipete;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMoses noAron koonyana bakaSirayeli bonke, Ngokuhlwa niya kwazi ukuba nguYehova owanikhuphayo ezweni laseYiputa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMoses noAron koonyana bakaSirayeli bonke, Ngokuhlwa niya kwazi ukuba uYehova wanikhupha nini ezweni laseYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uMosis noAron bathetha nawo amaSirayeli, bathi: “Ngokuhlwanje niza kuqonda ukuba nguNdikhoyo owanikhupha eJiputa,