Exodus 16:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Mosesi wati ku‐Arone: Yiti kuyo yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli: Sondelani ebusweni bukayehova; ngokuba evile ukuṙoṙa kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMoses kuAron, Yithi kwibandla lonke loonyana bakaSirayeli, Sondelani phambi koYehova; kuba ukuvile ukukrokra kwenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMoses kuAron, Yithi kwibandla lonke loonyana bakaSirayeli, Sondelani kuYehova, ngokuba ukuvile ukuduma kwenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis wayalela uAron ukuba axelele amaSirayeli aphume aye kubonana noNdikhoyo njengoko ezivile izikhalazo zawo.