Exodus 17:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, akupakamisa isandla sake u‐Mosesi, kwandula kweyisa o‐Sirayeli; kanti akuhlisa isandla sake, kwandula kweyisa o‐Amaleki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, xa aziphakamisileyo uMoses izandla, kweyisa uSirayeli; kwathi xa azihlisileyo izandla, kweyisa uAmaleki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasiphakamisa uMoses isandla sakhe, boyisa oonyana bakaSirayeli; wathi akuthambathisa isandla sakhe, kweyisa uAmaleki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngalo lonke ixesha uMosis eziphakamisile izandla zakhe, amaSirayeli ayewagxotha ama-Amaleki; kodwa athi akuzithoba izandla, oyiswe amaSirayeli.